letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de oko - zonke

Loading...

[verse 1]
wandenz’umuntu
wandenz’owakho
wandenza mkhulu
wandenz’iqhawe
yena uhlala nam’ sijonga’emehlweni
wandiph’ intliziyo ethamileyo kodwa yomelele yona

[chorus]
okoko, okoko, eduze nam’
oko umane undisebezela to the sky (to the sky)
okoko okoko, eduze nam’
oko umane undisikelela through it all
all the time (okoko, okoko)
[refrain]
okoko
okoko
okoko

[verse 2]
wandez’ithemba labaninzi
wathi ndiyakwethemba
wandezel’ityholo
tyholo lam’ elingasoze lafa
angeke ndizisuse kuwe wena themba lam’
asoze ndizisuse kuwe wena menzi wam’

[chorus]
okoko, okoko, eduze nam’
oko umane undisebezela to the sky (to the sky)
okoko okoko, eduze nam’
oko umane undisikelela through it all
all the time (okoko, okoko)

[outro]
lok’ixesha (okoko)
lok’ixesha (okoko)
okoko (onk’amaxesha)
okoko (okoko)
okoko (onk’amaxesha)
okoko (onk’amaxesha)

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...