letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de ndiveze - zahara

Loading...

[verse 1]
ndiv’ingoma ingom’enkulu
ivela kuwe nkwenkwezi
ndiv’ingoma ingom’enkulu
ivela kuwe nkwenkwezi
ndizoqhubeka ndiveze

[chorus]
ndiveze ndiveze ndiveze
ndiveze ndiveze ndiveze kaloku
ndiveze ndiveze ndiveze
ndiveze ndiveze ndiveze kaloku

[verse 2]
andilovila kaloku
andingusolalaphi
ndingumashiy’amahle, ndlebezintle zombini
ndiveze

[chorus]
ndiveze ndiveze ndiveze
ndiveze ndiveze ndiveze kaloku
ndiveze ndiveze ndiveze
ndiveze ndiveze ndiveze kaloku

[bridge]
andiboni nzuzo
andiboni konwaba
andiboni ntsebenzo
kodw’ibunzi lam lithe ngqo
ndiveze
andiboni nzuzo
andiboni konwaba
andiboni ntsebenzo
kodw’ibunzi lam lithe ngqo
ndiveze

[chorus]
ndiveze ndiveze ndiveze
ndiveze ndiveze ndiveze kaloku
ndiveze ndiveze ndiveze
ndiveze ndiveze ndiveze kaloku

ndiveze ndiveze ndiveze
ndiveze ndiveze ndiveze kaloku
ndiveze ndiveze ndiveze
ndiveze ndiveze ndiveze kaloku

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...