letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de thandiwe (r&b version) - vusi nova

Loading...

[intro]
thandiwe
thandiwe
thandiwe

[verse 1]
kwasekuxaleni wawungu thandiwe wam’
ndingafuni nokuva nto
xa ndicinga ndiva buhlungu, yeah
izinto zajika, sekutheni na?
oh ndisele nengcinga

[chorus]
ndicinga ngawe ubusuku nemini
mntakwethu, kwenzenjani (yeah)
phakathi kwam’ nawe, yeah?
ndicinga ngawe ubusuku nemini
mntakwethu, kwenzenjani
phakathi kwam’ nawe? (yeah, yeah)

[verse 2]
ngoluthando ndicela sihlale sibonisana
sing-yeki umhlaba asihlukanise
dala siwa mina nawe baby kodwa sihlala thina sibambile
ewe emhlabeni kunzima
andifuni kuphila ngaphandle kwakho
thandiwe (thandiwe)
thandiwe (thandiwe)
thandiwe (thandiwe)
thandiwe mntakwethu (thandiwe wam’)
[chorus]
kusheke ingcinga (ndicinga)
ngawe imini n0busuku bayo (ngawe ubusuku nemini)
mntakwethu (mntakwethu kwenzenjani?)
ingathi kuphelile (hlala ndicabanga ngawe)

ndicinga ngawe ubusuku nemini
mntakwethu, mntakwethu, kwenzenjani
(phakathi) phakathi kwam’ nawe?

ndihlala ndicinga ngawe (ndicinga ngawe ubusuku nemini)
mntakwethu kwenzenjani
kutheni na? (phakathi kwam’ nawe)
phakathi kwam’ nawe, phakathi kwam nawe
angisazi andazi (ndicinga ngawe ubusuku nemini)
haibo (mntakwethu, mntakwethu kwenzenjani)
phakathi kwam’ nawe (baby baby baby baby)

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...