letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de thetha (wathula nje?) - victor ntoni

Loading...

[chorus]
yini sendihleli ndinjena lusizi? (yini sendihleli ndinjena lusizi?)
yini sendihleli ndinjena lusizi? (yini?)

[verse 1]
sukundiphaphazela
ndinje nguwe
pha emingcunubeni
ngumnga wodwa
pha emingcunubeni
ndiyakoyika
thetha, wathula nje?

[chorus]
yini sendihleli ndinjena lusizi? (yini sendihleli ndinjena lusizi?)
yini sendihleli ndinjena lusizi? (yini sendihleli ndinjena lusizi?)

[verse 2]
sukundiphaphazela
ndilijacu nje nguwe
pha emingcunubeni
ngumnga wodwa
pha emingcunubeni
thetha, wathula nje?

[break]
[verse 3]
sukundiphaphazela
ndinje nguwe
pha emingcunubeni
ngumnga wodwa
pha emingcunubeni
ndiyakoyika
thetha, wathula nje?

sukundiphaphazela
ndilijacu nje nguwe
pha emingcunubeni
ngumnga wodwa
pha emingqunubeni
ndiyakoyika
thetha, wathula nje?
wathula nje?

[chorus]
yini sendihleli ndinjena lusizi? (yini na?)
yini?

[verse]
khawundiyeke mntan’omntu
lomnga undijongile
pha emingcunubeni
ngumnga wodwa
hey, hey, hey
ndiyakoyika
thetha, wathula nje?

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...