letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de kwenzeka ntoni - tlr dezz

Loading...

hayi ngoku andazi
wonke umntu ufuna ukopola kwenzeka ntoni
benza ngathi abasithandani
bahamba bethetha kakubi ngathi bona ngamaxoki
phoff bona abaqali
kodwa xa besibona bona bafuna ifoto
manyani mna andisazi
ndibhidekile ingaba kwenzeka ntoni ntoni ntoni

kwenzeka ntoni thina skhupha ihits qha bona benza ngathi abasiboni
mna ndingumoni yonke ibeat ndiyayibulala askay yayazi andixoxi

im a lion marking its territory i got raw(roar) on her

ndiyababona bonke bafuna ukokhela ul.c no k9 asoze ndixole
andinonqeni nonke apha bafa khona ndifa khona mna ngcono sife sonke

uzofika bethetha kakubi ngathi
kwenzeka ntoni ngoku andazi
siyiphethe legame ngoku thina ntwana asidlali

hayi ngoku andazi
wonke umntu ufuna ukopola kwenzeka ntoni
benza ngathi abasithandani
bahamba bethetha kakubi ngathi bona ngamaxoki
phoff bona abaqali
kodwa xa besibona bona bafuna ifoto
manyani mna andisazi
ndibhidekilе ingaba kwenzeka ntoni ntoni ntoni

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...