letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de intyatyambo - thembelihle dunjana

Loading...

[verse 1]
uyakhal’ umtwana
uyagul’ uyabon’ ukoyika
[?]
uqondil’ ukukhula uyafuna
ubonile ameva
amagwal’ ayamfun’ uyagula
[?]
uqondil’ ukukhula uyafuna

[chorus]
(intyatyambo)
yophilisa, yalengoma
(intyatyambo)
yokujonga, ngamehlo kathixo
ukhona, ‘yasibona, ‘yasithanda, bambelela
intyatyambo yophilisa, yalengoma

[verse 2]
uyakhal’ umtwana
uyagul’ uyabon’ ukoyika
[?]
uqondil’ ukukhula uyafuna
ubonile ameva
amagwal’ ayamfun’ uyagula
[?]
uqondil’ ukukhula uyafuna
uyakhal’ umtwana
uyagul’ uyabon’ ukoyika
[chorus]
(intyatyambo)
yophilisa, yalengoma
(intyatyambo)
yokujonga, ngamehlo kathixo
ukhona, ‘yasibona, ‘yasithanda, bambelela
(intyatyambo)
yophilisa, yalengoma

[refrain]
yini na, yini nantsi’ ntwentle ndiyakupha mna
ina, ina, amathub’ amahle ngena
yini na, yini na, kusek’seni nal’ilanga
ina, ina, nantsi’ ntwntle ndiyakupha mna

[chorus]
(intyatyambo)
yophilisa, yalengoma
(intyatyambo)
yokujonga, ngamehlo kathixo
ukhona, ‘yasibona, ‘yasithanda, bambelela
(intyatyambo)
yophilisa, yalengoma

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...