letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de ingoma - thandiswa mazwai

Loading...

unje ngengoma
engishay’ ubusuku bonke
ngiyokwenze njani ngaphandle kwakho

unje ngengoma wena
engishay’ ubusuku bonke
ngiyokwenze njani, ngaphandle kwakho

[chorus]
yhe weeena uyingoma
wen’uyingoma, wen’uyingoma
wen’uyingoma, wen’uyingoma wee
(ngoma we, ngoma we, ngoma we)

[verse 1]
nto zalomhlaba andizikhathalelanga
ukuth’ubani, uthini andina msebenzi
oh! ndiyamthand’ ubaby
unje ngengoma yena
engishay’ ubusuku bonke
ngiyokwenze njani ngaphandle kwakho

[chorus]
yhe wena, uyingoma wena
wen’uyingoma, wen’uyingoma
wen’uyingoma, wen’uyingoma wee
(ngoma we, ngoma we, ngoma we)

[verse 2]
oh sweety wena uyingoma kum
any time of the day
any day of the week
any day of the year
oh! uyadlisa baby
uyingoma wena
eng’shay’ubusuku bonke
ngiyokwenze njani, ngaphandle kwakho

[chorus]
yhe wena, uyingoma wena
wen’uyingoma, wen’uyingoma
wen’uyingoma, wen’uyingoma wee
(ngoma we, ngoma we, ngoma we)

ohhuhuhuuuu, ohhuhuhuuuu
la la la la, la la la la
wu wu wu wuu

[verse 3]
you are music sthandwa sam to me
a relentless song engandiniki buthongo
ingoma endiyithanda nanini na
ngoma wena wangena kum
wenza umziba wam ikhaya lakho
watsho kum ngaphakathi, mhhhh
oh ngomandini wandiphatha ndaguquka
soze ndiphinde ndiyive into enje ngalena

[bridge]
oh sthandwa sam!
uyingoma wena, ngoma wena
uyingoma wena, ngoma wena
ingoma ephil’apha kum emzimbeni
ingom’ emnandi, ingom’ engadikiyo
ingom’ emangadikiyo

[chorus]
yhe wena, uyingoma wena
wen’uyingoma, wen’uyingoma
wen’uyingoma, wen’uyingoma wee
(ngoma we, ngoma we, ngoma we)

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...