letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de kwalula - sun-el musician, simmy & sino msolo

Loading...

[verse 1: sino msolo]
kwaze kwalula, k-mdali mna ndiyabulela
oh, hayi hayi ubuhle obunjena
hayi, azange ndabubona
azange ndamubona ofana nje ngawe

[pre-chorus: simmy & sino msolo]
hayi hayi, mna ndiyaz’fela ngawe
hay’ aw hayi, aw’ wena s’thandwa saam
qhaw’ndibamba, ihliziyo yam’ ibetha ngamandla
qhaw’ndibamba, ihliziyo yam’ ibetha ngamandla

[chorus: simmy & sino msolo]
kwalula, kwaze kwalula
kwalula, kwaze kwalula
ukuthanda wena
ukuthanda wena
kwalula, kwaze kwalula
kwalula, kwaze kwalula
ukuthanda wena
ukuthanda wena

[refrain: simmy & sino msolo]

[verse 2: simmy]
[pre-chorus: simmy & sino msolo]
hayi hayi, mna ndiyaz’fela ngawe
hay’ aw hayi, aw’ wena s’thandwa saam
qhaw’ndibamba, ihliziyo yam’ ibetha ngamandla
qhaw’ndibamba, ihliziyo yam’ ibetha ngamandla

[chorus: simmy]
kwalula, kwaze kwalula
kwalula, kwaze kwalula
ukuthanda wena
ukuthanda wena
kwalula, kwaze kwalula
kwalula, kwaze kwalula
ukuthanda wena
ukuthanda wena

[refrain: simmy]

[outro: simmy]
kwalula, kwaze kwalula
kwalula, kwaze kwalula
ukuthanda wena
ukuthanda wena

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...