letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de isiqalo - smama

Loading...

ayeee yhoooo
(oh oh oh)
ayeeee yhoooo
(oh o o)
ayeeee yhoooo
(oh ohh oh)

ndaku charmer, wandi charmer
saze sathandana
kanti sisiqalo
seminyaka
ndaku charmer, wandi charmer
saze sathandana
kanti sisiqalo
seminyaka

nguban’obesazi
uthando lunje
ndivele nd’ncume ndedwa
okosana luzidlalela

ndivele nd’moyozele
xa ndicinga ngawe
ndiphinde ndizidele
ngath’andikufanelanga

ndaku charmer, wandi charmer
saze sathandana
kanti sisiqalo
seminyaka

ndaku charmer, wandi charmer
saze sathandana
kanti sisiqalo
seminyaka

today’s my happy day
ngoba ndizimanya nawe
ndakuphiwa ngabadala
kanye no somandla
you might also like
ndibong’abazali bakho
ndibonga nothando lwakho
kwakunye nempatho yakho
masambe sokwakha umzi

ndibong’abazali bakho
ndibonga nothando lwakho
kwakunye nempatho yakho
masambe sokwakha umzi

ndaku charmer, wandi charmer
sazе sathandana
kanti sisiqalo
seminyaka

ndaku charmer, wandi charmer
sazе sathandana
kanti sisiqalo
seminyaka

ndaku charmer, wandi charmer
saze sathandana
kanti sisiqalo
seminyaka

ndaku charmer, wandi charmer
saze sathandana
kanti sisiqalo
seminyaka
namhlanje ndiyazimanya nawe
kanti sisiqalo
seminyaka

namhlanje ndiyazimanya nawe
ndiyazimanya nawe
namhlanje ndiyazimanya nawe
ayeeee yhooo

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...