letra de ndiye - siyanda dyonase
[intro: siyanda dyonase]
izono zam, mazixolelwe
ukuze impilo nayo iqhubeke
zosuka ndiye kubawo
ndithi bawo mandixolelwe
impilo inzima, impilo injani?
mna ndikhumbula ekhaya
indlela zam mazithyileke
ndosuka ndiye kubawo
[chorus : siyanda dyonase]
ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye ndiye, ndiyemna endlin yakhe
[verse 1: bra leo]
awunkosi ndizenzile izenzo mina
ezikwenza uzisole ngokudalileyo
kodwa manje ngiwa ngedolo,ngicela uxolo nguvumizono
ngoba ndiyazithandela ubumani
[verse :2 bra leo]
inkinga ngithanda amachery amaninzi, imali eninzi, ngijava ubusuku nemini, nam angazi ngithini iyohooo
kodwa manje ngiwa ngedolo, ngicela uxolo, ngivuma izono ngoba ngiyazithandela ubumandi
chorus [siyanda dyonase and bra lio]
ndiye, ndiye ,ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye ndiye, ndiyemna endlin yakhe
letras aleatórias
- ian › letra de in the uk - ian
- imalexxmusic › letra de say goodbye! - imalexxmusic
- belle and sebastian › letra de late developers - belle and sebastian
- k1za calero ldn › letra de ya no quiero - k1za & calero ldn
- oni inc › letra de demonz in paris - oni inc.
- studi01 › letra de insane - studi01
- got the beat › letra de outlaw - got the beat
- flansie › letra de end. - flansie
- lomoff › letra de каприз (caprice) - lomoff
- john lloyd young › letra de who loves you - john lloyd young