letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de akulunganga - sino msolo

Loading...

[verse 1]
uliqhawekazi
intliziyo yam’ ithi gugu xa ndinawe
ubuwenza amohololo
kodwa namhlanje uthe dololo
ndithi goodbye mna
uliqhawekazi
intliziyo yam’ ithi gugu xa ndinawe
ubuwenza amohololo
kodwa namhlanje uthe dololo
ndithi goodbye mna

[pre-chorus]
intliziyo yami iyazula, iyazula xa sinawe
intliziyo yami iyoph-ka, yoph-ka xa inawe
wena akulunganga we

[chorus]
bendicing’ba uzondithatha la undibeke la
undisuse la, undibeke ngale
kodwa akulunganga
bendicing’ba uzondithatha la undibeke la
undisuse la, undibeke ngale
kodwa akulunganga

[post-chorus]
ubona angazi ke
ubona angazi ke
ubona angazi ke
ubona angazi ke
ubona angazi ke
[verse 2]
bengithi uzongiphathisa okwe glass
engikuzwa ngawe akukho mnandi
kusiza ngani ukuthi ubuye la
ngoba sonke siyazi awutshintshi
hayi hlala phantsi ubamb’umthetho ayilungi le mission
ukubona kanye (ukubona kanye)
ukubona kabili (ukubona kabili)
mangicinga ngawe (mangicinga ngawe)
akukhonto eya phambili

[pre-chorus]
intliziyo yami iyazula, iyazula xa sinawe
intliziyo yami iyoph-ka, yoph-ka xa inawe

[chorus]
bendicing’ba uzondithatha la undibeke la
undisuse la, undibeke ngale
kodwa akulunganga
bendicing’ba uzondithatha la undibeke la
undisuse la, undibeke ngale
kodwa akulunganga

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...