letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de zobuya nin'iinkomo - simphiwe dana

Loading...

[chorus]
zobuya nin’ iinkomo
emathafeni (zobuy’ ekuseni)

zobuya nin’ iinkom’ emadlelweni
emathafen’ ezizwe (liyana)
zobuya nin’ iinkomo (liyana)
zobuya nini (kuseni)

[verse]
bophela nin’ obumnyama
sekusile
ndibon’ ubuhle belanga
phezu kweafrika
sidudelwe ngujambase
ntsuku zonke na

zobuya nini iinkomo
siyobhiyoza
woyeka nin’ ukuzizonda
ophola nin’ amanxeba
kobuy’ ukukhanya

zemk’ iinkomo zethu
zemka nondiva bethi
ndiva bethi bangcono kunawe
he he he (kuseni)

bathi bangcono kunawe (wo zinodaka kuseni)
hay’ abangcono kunawe (wo zinodaka kuseni)
bathi bahle kunawe (wo zinodaka kuseni)
batsho behleli phezu kwakho
khaziml’ ilanga ma uzamazama

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...