letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de undishiyile - simphiwe dana

Loading...

[chorus]
denge ntliziyo
khala moya
wandishiya
wandishiya
wo ha ha

[verse 1]
uyakwazi kunjani
ukuthanda ukuthanda wena
ndivuka ngenyembezi
ndilala ndilala
ngenyembezi
uyakwazi wena
uyakwazi wena

ndihlala ndiziqhatha
ndithi uzobona
ukuba ndim ndedwa
okuthandayo
ndiziqhatha

[chorus]
denge ntliziyo
khala moya
wandishiya
wandishiya
wo ha ha
[verse 2]
thetha undifake ntoni na
endenza ndiphel” amandla
ndiy’suse
ndiyisuse ah
bonke bayandihleka
bathi ndazenz’ unongendi
bazi ntoni ngothando
olumanz’ andonga
olumanz’ andonga

[chorus]
denge ntliziyo
khala moya
wandishiya
wandishiya
wo ha ha

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...