letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de umzali wami - simphiwe dana

Loading...

[intro]
(umzali wam’)
wo mzali wam mzali wam hehehe (umzali wam’)
wo mzali wam mzali wam hehehe (umzali wam’)
wo ye ye ye mzali wam hehehe (umzali wam)

wo ye ye ye wonyantsula mamjoli (umzali wam)
wo ye ye ye ye ye ye wodakasa mamjoli (umzali wam)
wandithwala mamjoli mzali wam ye ye ye (umzali wam)
wandithwal’ emagxeni mzali wam (umzali wam)
mzali wam mzali wam mzali wam (umzali wam)
mzali wam mzali wam mzali wam (umzali wam)

[verse 1]
ungamabala mabal’ omnyama
zinga lakho lokthanda (lizisilanga)
ntsikelelo zezam ye ye zezam ye ye ye (ndizalwa nguwe)
zalwa ndingenanto ze ndibenako konke
ungumnqweno ndowfezekisa
uyinkululeko magameni am
ndokwenza njani ndokwenza njani
undishiya undishiya

[chorus]
ungumnqweno ndowfezekisa
uyinkululeko magameni am
ndokwenza njani
xa kungenzeka
undishiye he he he he
[verse 2]
ungandishiyi
ndihleli ndindedwa
uhlel’ ukhona hlel’ ukhona
phefumla , phefumla
watsh’ umama
wakhal’ inyembezi
phefu hu hu hu hu humla phefumla
phefu hu humla phe he he fumla
and so deeper we go, deeper
deeper, we go
deeper

[outro]
wo yeh yeh yeh yeh yeh yeh
tyhini uzele mamjoli (backing vocals)
woy yeh yeh yeh yeh yeh yeh yeh yeh yeh
tyhini uzele mamjoli (backing vocals)
wo ngathwal’ izandl’ entloko
hayi uzele mamjoli (backing vocals)
wen’ uzele wen’ uzel’ apha k-m
hayi uzele mamjoli (backing vocals)
wen’ uzele wen’ uzel’ apha k-m
wena uzele mamjoli (backing vocals)
ungamtyholi ngant’ uqamata
hayi uzele mamjoli (backing vocals)
ungamtyholi ngant’ uqamata
wena uzele mamjoli (backing vocals)
wasityal’ isizalo sakho
wena uzele mamjoli (backing vocals)

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...