letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de kumnyama - simphiwe dana

Loading...

[chant]
hhe k-mnyama
ndim lo k-mnyama
ingabe thando uphi na kobumyana
hhe k-mnyama
ndim lo k-mnyama

[verse 1]
ehh eheheh hehe
hhe k-myama
ndihleli ndedwa mna
ndim lo k-mnyama
eh hee ehh hhe k-mnyama
ndihleli ndedwa mna
ndim lo k-mnyama
andisakwazi nokulala, nokulala
ehh k-mnyama
ndim lo ndihleli ndedwa ngoku
ndim lo k-mnyama (ndim lo)
andisakwazi nokuthetha
ndisele seze
k-myama uthando luphelile
ndisel ebumnyameni
ndim lo (uthando luphelie uthando)
k-mnyama ngoku
ndisele sele
ndim lo ndihleli ndedwa bo
k-mnyama uthando luphelile bo
ndisele ebumnyameni
ndim lo k-mnyama
ingabe thando ubuphi na kobubumnyama
ndim lo
ehh k-mnyama
k-myama uthando luphelile
luphelile uthando
ndim lo k-mnyama

[bridge]
ndiseli ndedwa (ndisele ebumnyameni)
eeh k-mnyama
ndikhanyisel’ indlela
ndihlel’ ebumnyameni
eeh k-mnyama
ndikhanyisel’ indlela (ndikhanyisele indlela)
ndim lo k-mnyama

[verse 2]
ilimel’ intliziyo yami
eeh k-mnyama
xa luphelile uthando alumemezi, alumemezi
ndim lo (ndisel ebumnyameni)
k-mnyama
engabe thando uphi na kobubumnaya
intliziyo yam!

[outro]
xa luphelile uthando xa luphelile
aluyiceli indlela alumemezi, alumemezi
ndim lo k-mnyama
uthando luphelile uthando
eehh luphelile uthando
k-mnyama
ndihleli ndedwa mna kakade
ndim lo k-mnyama
uthando luphelile uthando
(ngabe thando uphi na kobubumnyama)
luphelile bo
eeh k-mnyama
thando ndihleli ndedwa
ingabe thando ugqibile ngam
thando k-mnyama
ndihleli engubeni
(ngabe thando uphi na kobubumnyama)
ndisel ebumnyameni

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...