letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de iliwa lam - simphiwe dana

Loading...

ezinzulwini zobusuku
xa lufik’ uloyiko lwam
uyandinika amandla
wena uliliwa lam
andinoyika
nto uhleli nam
wena uliliwa lam

uliliwa lam
xa ndikhathele
xa ndoyisiwe
uliliwa lam njengoba ndikude ndikude
ndikucinga njalo uyazi wena sithandwa sam
asinaxesha eloneleyo
ndikucinga njalo uyazi wena sithandwa sam
sowuhlala ungadinwa
uyintando yam uyazi wena sithandwa sam
xa undikhumbula
uzukhumbule
nguwe kuphel’ iliwa lam

()
uliliwa lam
xa ndikhathele
xa ndoyisiwe
uliliwa lam

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...