letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de fela's azania - simphiwe dana

Loading...

[chorus]
wo azania, wo azania, wo azania
wo azania, wo azania, wo azania
wo azania, wo azania, wo azania

[verse 1]
wo azania
wo azania
abantwana bakho
badidekile
thina abantwana bakho
abantwana bakho
badidekile

xa unyathela
xa unyathela
n0buhamba ngamadolo (zimase)
woyeye zi(zimase)
xa unyathela
woyeye zizimase

[verse 2]
seyibhokile intetha bo vumani
siphalala ngumvandedwa
wamaphuph’ angafezekanga bo
ngeke sibe ngamatye
siph’ inisidima
xa unyathela mafrika
wenza njani

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...