letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de township medley - sibongile khumalo

Loading...

[part i]
[verse 1]
andisafuni mna ukuhamba
ukuhamba netshomi zam
andisafuni mna ukuzula
ndihla ndinyuka neetshomi zam
ebumandini endandikubo
itshomi zam zazidla nam
ezintlungwini mna endandikuzo
itshomi zam zazingekho
thula, thula wena mama, ndivile
yiyo ndivile, ndivile, mama
ilizwi lakho lalilikhulu
ndandingamameli abazali bam
ndandingakhathalelli ukunqandwa
kuzo zonk’ezont’ezimbi
nakuzo zonk’int’endandizenza

[chorus]
iyo thula mama, sukulila mama
thula mama, sukulila mama
botshomi bam bandishiyile
bandishiya kulenyakanyaka
thula, thula wena mama ndivile
iyo ndivile, ndivile mama
ilizwi lakho lalilikhulu
ndandingamameli abazali bam
ndandingakhathalelli ukunqandwa
[part ii]
[chorus]
meadowlands, meadowlands
meadowlands, sithandwa sam
meadowlands, meadowlands
meadowlands, sithandwa sam

[verse]
o tla utlwa makgowa a re
“are yeng ko meadowlands”
o tla utlwa makgowa a re
are re yeng ko meadowlands

[chorus]
meadowlands, meadowlands
meadowlands, sithandwa sam
meadowlands, meadowlands
mеadowlands, sithandwa sam

[part iii]
[?]

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...