letra de umsido - saturday, monday
[verse 1: kanyi mavi]
ja, ba ucing’ukba uyawzuphinde undyenze lamasimba
uz’ ukhumbul ukuba andinguy’ unina
and’shoti nganimba, ayikho kulomzimba
lonto iyaziwa, ndizoqhawul’ujinga
bukele abantwana besiwa, ewe kuyafiwa
nhene zimshiyile iinqondo lomfana uyabiwa
so ngenqindi alphakamise njenge gib’ ebezam’ undilwa kuyanyiwa, nanku ezam’ undilawula
khanimeni, sekhutheni yangathi ndiphuma kuwe es’belekwen’?
yima, uyandazi ukuba ndingubani mna?
ndisezmbizen’ ndigaleli ityefhu ekutyeni
eqanden lasakseni usind’ ek’fen vha
ndimane ndizibuza bendihlelelen pha?
siyitsalile iminyaka njenge cuba lase cuba
‘desagcwala qhu isfuba saqhashumba
sashuba, bek’then’ ukheth’ und’yenza ngel’ hlobo?
cela nithethen, ndithini matolo?
andazi ndiyenzen, ndiguqe ngamadolo
namhlanje ndivuke ndingafani nayizolo
akho nzolo, akho nalo molo
uth’ uxolo, uth’ uxolo, uthi nyolo
and’funi noyivha, v’tsek, cima longxolo
xok’ud’uxhape, jonga urhonorhono umlomo
yakhal’intsimbi, phuma icawa ndifak’iskolo
namhlanje uzandifunda kakhle, uz’ uth’ anditshongo unontshongo onenqondo zeghongho, yaz’ and’nabhongo majola xa ephuma kwintilongo, sekurongo
ifikile imini yofela izono
uzobastrongo, qin’umqolo nekholo ngoba k-maxongo ndinenjongo zok’khalisa ixilongo uhambe ungaphind’ ubuye hlala kwabafileyo mhlongo
[refrain]
sum’bulala uzomdinga
ngeny’ imini uzom’dinga
sum’bulal’ uzomdinga
sum’bulal’ uzomdinga
ngenyimin’ uzomdinga
(repeat x4)
letras aleatórias
- lucille slade › letra de perfect match - lucille slade
- surge rapper › letra de no days off - surge (rapper)
- sin deliverance › letra de the kingdom of pain - sin deliverance
- hotboii future › letra de nobody special - hotboii & future
- lova qc › letra de ghost - lova (qc)
- dana jean phoenix › letra de i'm still here (california) - dana jean phoenix
- kilereme › letra de fora dos padrões - kilereme
- mavlro › letra de похожи (alike) - mavlro
- jon stork › letra de if you can dance - jon stork
- generation steel › letra de the wayward one - generation steel