letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de nkqo nkqo - ringo madlingozi

Loading...

nkqo nkqo lyrics
[verse 1]
n0b’ ungakanani na
n0ba wenzani
ndiyakuhlonipha
xa uhloniphayo
bath’ asthandani
akhomnt’ ungcono
bayasixabanisa njalo
hey, uvile na?
uyazi bathini na?
bathi ulisela
bath m’na ndthand’ ukulwa!
vhavhona unga vhari divha
ndingazwo vhatshiri aringa funani
ngauri ari thoniphani
ari thoniphani

[chorus i]
nkqo, nkqo, nkqo
molweni, kunjani yhoo
n0ba bangathini na
kodw’ inzondo iyaphela
nkqo, nkqo, nkqo
molweni, kunjani yhoo
n0ba bangathini na
uthando luzonqoba
[verse 2]
o batlwile na?
oa tsiba ba reng?
bare o rata holwa
bare oa otsoa
vhavhona unga vhari divha
ndingazwo vhatshiri aringa funani
ngauri ari thoniphani

[chorus ii]
masibambane ngezandla, sibabonise
ngoba sibanye
k’yohlala kunjalo
masibambane ngezandla, sibabonise
ngoba mna nawe
siyohlala sithandana

masibambane ngezandla, sibabonise
ngoba sibanye
k’yohlala kunjalo
masibambane ngezandla, sibabonise
ngoba mna nawe
siyohlala sithandana

masibambane ngezandla, sibabonise
ngoba sibanye
k’yohlala kunjalo
masibambane ngezandla, sibabonise
ngoba mna nawe
siyohlala sithandana
masibambane ngezandla, sibabonise
ngoba sibanye
k’yohlala kunjalo
masibambane ngezandla, sibabonise
ngoba mna nawe
siyohlala sithandana

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...