letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de ndiyagodola - ringo madlingozi

Loading...

[chorus]
ingab’ uphi we sthandwa sam’
kuyaband’ aph’ ekhaya
‘zobuya nin, oh dali wam
mh, ndyagodola

[verse 1]
okoko wemk’ aph’ ekhaya
eli khay’ ayiselo khaya
k-mnyama lonk’ ixesha
mh, ndyagodola (ndyagodola)

andisakwazi nokulala
kuyaband ubuthong’ abukho
ilanga selanditshonela
mh, ndyagodola

[chorus]
ingab’ uphi we sthandwa sam’
kuyaband’ aph’ ekhaya
‘zobuya nin, oh dali wam
mh, ndyagodola

[bridge]
ingub’ezininzi mama, oh azindincedi
(ho sthandwa sam’)
n0ba sendizifudumeza, oh akusebenzi
(ho sthandwa sam’)

[chorus]
ingab’ uphi westhandwa sam
kuyaband’ aph’ ekhaya
‘zobuya nin, oh nunu wam
mh, ndyagodola

ingab’ uphi westhandwa sam
kuyaband’ aph’ ekhaya
‘zobuya nin, oh sana lwam
mh, ndyagodola

[verse 2]
khawundixelele, mama
(hay, hay, hayi, hayibo!)
awundkhumbuli na wena?
(hay, hay, hayi, hayibo!)
khumbul’ ingoma yethu, yhoo
sofa silahlane mna nawe (ndyagodola)

khand’bonise, mama
(hay, hay, hayi, hayibo!)
ndiyilahle phi na le ngoma?
(hay hay hayi hayibo!)
ubusuku bude ukuty’ akungeni
sofa silahlane mna nawe

khand’bonise, mama
(hay, hay, hayi, hayibo!)
awundikhumbuli na wena?
(hay, hay, hayi, hayibo!)
wenza ntoni na mama?
(hay, hay, hayi, hayibo!)
awundikhumbuli na sthandwa sam’
(hay, hay, hayi, hayibo!)
ngob’ uyayazi nawe andiphelelanga
ngaphandle kwakho wena
(hay, hay, hayi, hayibo!)
khandixelele, mama
sofa silahlane mna nawe
ndyagodola

khandixelele, mama, ma
uyandthanda, n0ba ndyagodola

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...