letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de mehlo am - ringo madlingozi

Loading...

[chorus]
ye ntombi, ntombazana
ndcel’ ume apho, ndikukhaphe
unabani, uhamba n0bani?
ngoba andizange ndayibona
intomb’ entle kangaka

[verse 1]
awu mehlo am, yintoni le ndiyibonayo?
uk-mil’ okunje kuvela phi na?
ubuhle obunje ingaba busekhona?
ungadlali ngam mehlo am
mamela sisi wam

[chorus]
ye ntombi, ntombazana
ndcel’ ume apho, ndikukhaphe
unabani, uhamba n0bani?
ngoba andizange ndayibona
intomb’ entle kangaka

[verse 2]
we n0buhle, andikholelwa
kuthen’ uhamba wedwa?
n0ba nje liphupha lam?
yitsho nje intw’ enye ndizayenza
ndakuyek’ ukuphefumla uba uyafuna
yitsho nje! oh yitsho ntombi

[bridge]
amehlw’ an0buthongo jonga pha
ilizw’ elimyoli, yiva pha
izithw’e ezihle kangaka, khawubuke pha
limanz’ andonga, bhelukazi

[chorus]
ye ntombi, ntombazana
ndcel’ ume apho, ndikukhaphe
unabani, uhamba n0bani?
ngoba andizange ndayibona
intomb’ entle kangaka

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...