letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de indumiso 15 - pitbull k-9

Loading...

nangxama ngothetha
nangxama ngoringa anikwazi nosijonga ngoku
nangxama ngophapha
asimanga siyenyuka nisezobona boys
bayeke bathethe
xa kuphuma uhambo bobamba imilomo boy
ungalinge ufekethe
andinalo usizi andilityi ixolo boy
nangxama ngothetha
nangxama ngoringa anikwazi nosijonga ngoku
nangxama ngophapha
asimanga siyenyuka nisezobona boys
bayeke bathethe
xa kuphuma uhambo bobamba imilomo boy
ungalinge ufekethe
andinalo usizi andilityi ixolo boy

bra thina asiqhutywa olohlobo, ndizokhupha uhambo nibambe imilomo
ndiyik-mkani ndifunga isibhozo uzodinga ibhombo andicishwa libhozo
mna andibenzi ubuhlobo, faka amaqhosha uvale umlomo
oko qhoqhoqho amajita xa endibona ajika ikona andililo incoko
lo mjita umikkie kwaphela amacoins
whoaw kunzima uafford.a nedash
wafuna ifeature kwafunwa i2k
ngoku uzenza bhetele ngoflash
bebecinga umandela ufile, yhoo kanti nanku k-m ebag.ini
ungandiqheli kakubi andifi ngoku, ndingufakade udlamini
huh! huh!
ungxola ngobook.hwa ejozi huh
ndiyakrokra ezogrills yifoil huh
ucula ingathi una4 huh
ndivile uyayithanda nep-rn huh
ndibusy la wei mntase
ithini iwei andikho lapho umjita uwhack qha
uku5k kuspotify?
ndiye ndamjonga kanti uyaxoka kunzima no35
ndiyabona ukhule utefishwa ndibona ngeesweet emqaleni
andiqondi uyawazi nomgubho ukhule uchamela etshembeni
lo sungu akayithandi ihiking wadikwa kuhlala entabeni
uthi ukhulele elalini kodwa inyama uyishiya efeleni
nangxama ngothetha
nangxama ngoringa anikwazi nosijonga ngoku
nangxama ngophapha
asimanga siyenyuka nisezobona boys
bayeke bathethe
xa kuphuma uhambo bobamba imilomo boy
ungalinge ufekethe
andinalo usizi andilityi ixolo boy
nangxama ngothetha
nangxama ngoringa anikwazi nosijonga ngoku
nangxama ngophapha
asimanga siyenyuka nisezobona boys
bayeke bathethe
xa kuphuma uhambo bobamba imilomo boy
ungalinge ufekethe
andinalo usizi andilityi ixolo boy

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...