letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de noba ngumama - nathi

Loading...

[verse 1]
mna ndizondwa ngabantu
ndizondwa ngumakhelwane
andaz’ ba ndenzeni na k-makhelwane
mna ndizondwa ngabantu
ndizondwa ngumakhelwane
andaz’ ba ndenzeni na k-makhelwane

[chorus]
khanibize n0ba ngumama azondikhulula
ndisemzini wegxagxa
khanibize n0ba ngumama azondikhulula
ndisemzini wegxagxa

[verse 2]
bayandithyola aba bantu mna
bathi ndiqhekezile, emzini wegxagxa
bayandithyola aba bantu mna
bathi ndiqhekezile, emzini wegxagxa

[chorus]
khanibize n0ba ngumama azondikhulula
ndisemzini wegxagxa
khanibize n0ba ngumama azondikhulula
ndisemzini wegxagxa
[bridge]
ndike ndabizwa ngamagama wonke
ndabizwa nangebhantinti
ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu
ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu
ndabizwa ngoguluva
ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu

[chorus]
khanibize n0ba ngumama azondikhulula
ndisemzini wegxagxa
khanibize n0ba ngumama azondikhulula
ndisemzini wegxagxa
khanibize n0ba ngumama azondikhulula
ndisemzini wegxagxa
khanibize n0ba ngumama azondikhulula
ndisemzini wegxagxa

[outro]
mna ndizondwa ngabantu
ndizondwa ngumakhelwane
andazi ba ndenzeni na k-makhelwane

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...