letra de brika mxhaka - mikkie somaqhuzu
*intro*
sho (haha) ngu mikkie (at uyazi somaqhuzu)
sabatha on the beat(sho),huuh mtshana,,,hay you know how we do it(huh mtshana) hay iyavaya le wei nyana(obvious)
mthatha stand up(haha) haaaaaaaaaaa.ah
verse 1
sjik’ubey’form sani xawufuna sik’file
kungen’usomaqhuzu lo oshiy omrapper befile
vel’und’bize ngamehl’abantwan bakhala ngam
amajit’andenz ibreakfast ke afun ukvuka ngam
uthi nguw’obabayo apha uyaxoka ntabngam
igenerations iphelile k’phethe mna be skim sam(skeem sam)
iflows ez’phuma kum
punchlines ez’phuma kum
vel’und’bize ngomnyango coz no casper uphuma kim…
sis’phithiphithi ngusabatha ond’nik ibeat
wathi ntwana kuph i hit
band’vumile on the street
eastern cape on the map
sizam’uk’vala le gap
abantwana bayaz’zela so vel und’bize nge boss
wena sowzenz icherry ngoba nakhu ushelwa yi voice
size nind’mele tu
bathi big yes
mna ndithi big no’s (nose) njengo desmond tutu
chorus
brika mxhaka ,ungas’zeli ngokphapha
awubon ba apha k’fik’impuma kapa ×4
verse 2
thw’emsebenzin it doesn’t mean awukho work(whack)
icherry yakho ifun ukund’mitha(meeter)
which means i fun ukuba preg
makangene ku google amapolis a fun uk’searcher
mna nezinja zam uyabona we takin’over
ngu connection wezecurity uyabona we takin’over
i’ve got too many ex’s(xs) xawufunayo ungazo solver
ndifuna wena and your crew
ushwabene and you thirsty so uding’i iron bruh(iron bru)
bek alphabets e parkin xawufun udlala ngamagama
kdala sivula bevala
mamela ndikxele before ufuman ikick
i’m not talking about ma health mjita xandsith nd’sick
nibhal amasi*ba ku facebook
le yi rap yesixhosa
siybiz ispazza rap
if awugcwali ke voets*k
andinanja andinanjakazi fake rappers have to move back
nob’ing-y tv game lo trackyakho soz’dlalwe
ndiphakamis i ec if awundazi
[chorus]
verse 3
xawufak i rocery it doesn’t mean uba ungu clever
cherry yakho i thi kum size nimhlabise neva(never)
ndingamhlabisa nhe okapi
mhlab’uyazamazama
ndirapper nhe vernec coz ndi proud ngobamnyama
if ufun ibeef basambe siy’etshisa nyama
ngu mikkie saan igama
indoda maybambe ezayo,iswagg ungabanayo,eyokrapper italent’awunayo
doctor ozalisayo apha sne mali ezalayo
my punchlines are too heavy plus umikkie akanamersy
njenges’nxil es’driver imoto abantwana ndiba driver crazy
ababulawa ngumntu abantwana bayazfela
ndinjengo dj tira ndiy’rocker fella
ufun uk’battlisha no mikkie yiza ndiyak’vivela
nizitakalane nibelonger kwi sanlam
nantsi i message….tsek if awugcwal ngam ×2
[chorus]
outro
yoh s’gqibile ngabo haha..dp emaqhosheni..yoh masase records…….eastern cape tyovooooooooh!!!!!!!
haha..sabatha on the beat …mthatha stand up hhahaha!!!
letras aleatórias
- шоломбака sholombaka › letra de 2020broke - шоломбака (sholombaka)
- nct 127 › letra de 악몽 (come back) (live) - nct 127
- the burmese days › letra de an oriental day - the burmese days
- benjamin hav › letra de cannelloni & kød - benjamin hav
- fresa salvage › letra de interrogacion - fresa salvage
- michael dinner › letra de thrown out of the paradise ballroom - michael dinner
- big baby tape › letra de sad hours - big baby tape
- robbin kolltveit › letra de lev med det - robbin' kolltveit
- abbas bagirov › letra de toy mahnısı - abbas bağırov
- peirons › letra de selina kyle - peirons