letra de #uyabiwasundweba - maxhoseni
bendicel’u understand(e) ukuba
wena ungu khwapheni ndiyakuba
suphum’izithuba, liyeza elakhw’ithuba
okw-ngoku ndise busy no 560 siya bond(a)
yeah girl, you miss me ndiyayi qonda
kodwa ntombazana ndicel’uzibambe
linda umam’ekhaya ade ahambe
andizange ndik’fihlele uqala kwethu ukudibana
ndatheth’inyani ndak’xelela ndiya thandana
now baby girl ndiya bhideka xa usithi
mandikhethe phakathi kwakho no 560
une aw’thi yakho xa ndi-busy hoya yona
iding’iskhathi sakho sweety ifun’ukubona
asikagqibi nenyanga sibana
but iskhathi es’bhaya siya xabana
ngob’ukhweletela itsheri ofike ndijola nayo
why uthand’izinto ezixoxisayo
if uqal’uchuku sonk’iskhathi u-560 awukazo mshiya
umntu makahoye indawo yakhe zang’undive ndisithi kuwe yohlukana no siya
baby girl sukundweba uyabiwa
wena k-mel’uvuye kub’iskhathi uyas’phiwa
sibe sininzi xa u-fasty engekho
andikwazi uhlala nawe okw-ngoku ndibethwa yimeko
bendicela unyamezele xa emkile ndizok’biza
ndizo send’i sms ndik’xelele ukuba yiza
sizohlala sobabini n0b’intsuku zingaphi
okw-ngoku bendicela i-calls zakho zingabi
yinto ebangela ndiqunjelwe
sufuna ud’uxelelwe
ukuba u-fasty uyamhlupha
ukuba uyandikhethisa baby girl uzandi loser
kuba u-fasty ndizomkhetha wena girl andizok’choose(a)
here’s the link to this track —> www.kasimp3.co.za/98111
letras aleatórias
- 112 › letra de exclusive - 112
- kylie sonique love › letra de old town road (cover) - kylie sonique love
- brg leangod › letra de frog - brg leangod
- saleck feat mahan › letra de paradox - saleck feat. mahan
- luv resval › letra de super saïyen 2 - luv resval
- orleans › letra de one of a kind - orleans
- yungfixx › letra de leave me alone - yungfixx
- miranda esp › letra de me ahogo - miranda (esp)
- omy de oro juhn › letra de el malo* - omy de oro & juhn
- reaves › letra de out of my hands - reaves