letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de somandla - mandisi dyantyis

Loading...

[verse 1]
nkosi somandla, ‘mdali wezulu
thina sikhalela kuwe, ‘mdali womhlaba

[chorus]
siyo phelela phi na, xa kunje?
siyo phelela phi na, somandla?

[verse 2]
nkosi somandla, ‘mdali wezulu
thina sikhalela kuwe, ‘mdali womhlaba

[chorus]
siyo phelela phi na, xa kunje?
siyo phelela phi na, somandla?
siyo phelela phi na, xa kunje na?
siyo phelela phi na, somandla?

[trumpet solo]

[verse 3]
nkosi somandla, ‘mdali wezulu
thina sikhalela kuwe, ‘mdali womhlaba

[chorus]
siyo phelela phi na, xa kunjevb na?
siyo phelela phi na, somandla?
thina siyo phelela phi na, xa kunje na?
siyo phelela phi na, somandla?
siyo phelela phi na, xa kunje?
siyo phelela phi na, somandla?
siyo phelela phi na, xa kunje?
siyo phelela phi na, somandla?

siyo phelela phi na, xa kunje na?
siyo phelela phi na, somandla?

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...