letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de ndiyakholwa - mandisi dyantyis

Loading...

asinakuthandatheka kuphele
asinakulila kuphele
asinakuqaqanjelwa kuphele
asinakulila kuphele
ndiyakholwa
ikhon’ into entle eza kwenzeka
ndiyakholwa
ikhon’ into entle eza kwenzeka

ngoba asinakuthandatheka
asinakulila kuphele ngathi
asinakuqaqanjelwa kuphele
asinakulila kuphele
ndiyakholwa
ikhon’ into entle eza kwenzeka
ndiyakholwa
ikhon’ into entle eza kwenzeka
sakuncunyiswa ngenye imini
ndiyakholwa
ikhon’ into entle еza kwenzeka
kholwa nawe, kholwa nawе, kholwa nawe
ndiyakholwa
ikhon’ into entle eza kwenzeka

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...