letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de kuse kude - mandisi dyantyis

Loading...

[verse 1]
kuse kud’ apho, siyakhona
xa abazali bedlula ‘bantwana babo
linyal’ amadoda elo
kuse kud’ apho, siyakhona
xa abantwana bedlula ’bazali babo
linyal’ amadoda elo
kuse kud’ apho, siyakhona
xa abazali bedlula ‘bantwana babo
linyal’ amadoda elo
kuse kud’ apho, siyakhona
xa abantwana bedlula ‘bazali babo
linyal’ amadoda elo
[verse 2]
kuse kud’ apho, siyakhona
xa abantwana bedlula ‘bazali babo
linyal’ amadoda elo
kuse kud’ apho, siyakhona
xa abazali bedlula ‘bantwana babo
linyal’ elo

[chorus]
we, amadoda (heyi eya, heyi eya)
[?]

[verse 3]
kuse kud’ apho, siyakhona
xa abazali bedlula ‘bantwana babo
linyal’ amadoda elo
kuse kud’ apho, siyakhona
xa abantwana bedlula ‘bazali babo
linyal’ amadoda elo
kuse kud’ apho, siyakhona
xa abazali bedlula ‘bantwana babo
linyal’ amadoda elo
kuse kud’ apho, siyakhona
xa abantwana bedlula ‘bazali babo
ooh-ooh! linyal’ amadoda elo
[verse 4]
kuse kud’ apho, siyakhona
xa abantwana bedlula ‘bazali babo
linyal’ amadoda elo
kuse kud’ apho, siyakhona
xa abazali bedlula ‘bantwana babo
linyal’ elo

[outro]
[?]

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...