letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de kode kube nini - mandisi dyantyis

Loading...

kode kube nini ndiza
kode kube nini ndikubhongoza
sendidenda ngathi ziyandishiya
kode kube nini ndiza

kode kube nini ndiza
kode kube nini ndikubhongoza
sendidenda ngathi ziyandishiya
kode kube nini ndiza

ndikhal’ iinyembezi zegazi
kode kube nini ndiza
abany’ abantu bayalungelwa
bafumana konk’ abakufunayo
ndim lo, ndihleli ndingenanto
kode kube nini ndiza
kode kube nini ndiza
kode kube nini ndiza

kode kube nini ndiza
kode kube nini ndiza

ndikhal’ iinyembezi zegazi
kode kube nini ndiza
abany’ abantu bayalungelwa
bafumana konk’ abakufunayo
ndim lo, ndihleli ndingenanto
kode kube nini ndiza

kode kube nini ndizama
kode kube nini ndiza

kode kube nini ndiza
kode kube nini ndiza

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...