letra de marabi - mafikizolo
we bhuti we bhuti
we bhuti mina ndihamba nawe
we bhuti we bhuti
we bhuti mina ndihamba nawe
ngithanda na le way
unguyo ngakhona
webhuti mina ndihamba nawe
ngithanda na le way
ucula ngakhona
webhuti mina ndihamba nawe
eh ndihamba nawe
hei ndihamba nawe
we bhuti mina ndihamba nawe
we bhuti ndihamba nawe, we bhuti ndihamba nawe
we bhuti mina ndihamba nawe
ndafika endaweni ngibona abantu
ehh ufak’umfana wam
ugcwel’umfana wami
ngathi loya lobhuti loya
isoka isoka lami
ndithanda na le way
ujika ngakhona
we sisi mina ndihamba nawe
ndithanda na le way
ududla ngakhona
we sisi mina ndihamba nawe
eh ndihamba nawe
ohh ndihamba nawe
we sisi mina ndihamba nawe
we sisi ndihamba nawe, we sisi ndihamba nawe
we sisi mina ndihamba nawe
ndithanda na le way
ungiyo ngakhona
we bhuti mina ndihamba nawe
ndithanda na le way
ududla ngakhona
ay’ suka mina ndihamba nawe
eeh ndihamba nawe
eeh ndihamba nawe
we bhuti mina ndihamba nawe
we sisi ndihamba nawe
we sisi ndihamba nawe
we sisi ndihamba nawe
letras aleatórias
- kayncee › letra de reintroduction - kayncee
- loyalty_kapalot › letra de i miss you (i still neeed you) - loyalty_kapalot
- vivien › letra de von dir los - vivien
- i b sundstrom › letra de lova mig - i.b. sundström
- freelite › letra de эндорфины - freelite
- play69 › letra de international blog #3 (jugoslawien) - play69
- emy jackson › letra de namida no go go (you don't know baby) - emy jackson
- barei › letra de worry, worry - barei
- osmosi gonez › letra de your way - osmosi$ gonez
- chris leese jay madden › letra de hard to follow - chris leese & jay madden