letra de amankazana - jordee lxndon
[chorus]
n-gga lam arongo amankazana
suthemba eziwey ingathi uthemba usathana, uh
bazakudlakaza abantwana
ngumgubo wengxowa enye i swear bayafana, like uh
n-gga lam arongo amankazana
suthemba eziwey ingathi uthemba usathana, uh
bazakudlakaza abantwana
ngumgubo wengxowa enye i swear bayafana, like uh
awalunganga amankazana
icebo suganga kwinkazana
n-gga lam azakudlala amankazana
amankara amankara amankazana, woah
awalunganga amankazana
icebo suganga kwinkazana
n-gga lam azakudlala amankazana
amankara amankara amankazana, woah
[verse 1]
andi catchi nocatcha
andibheji n0bheja
andiythembi le gender
iyathanda upretender
abasithandi nosithanda
baphezukwe agenda
ndiwuncamile umjolo i f-cken surrender
eziwey zi fake ingathi zidlala i wrestling
ndimbone ku i.g and i shot my shot njenge sling
ba ufuna uzibulala izojola apha eking
izojola apha eking
like, ntombazana what are you tryna dala?
andinaskhathi sodlala
andifuni baby mama
ndifuna usugar mama
ongenebantwana
onenyuku e baie
ozandirhafa isdala
hay ndiyadlala
eyam icherry ngu beyonce, yah mfethu soze ndicheate
lamajita amfuna onke, soze bamplite, soze bamwine
you’re the one who’s tripping soze ndiwe
andiyincanywa ibeef ngcono silwe
eat her kitty out ndide ndidinwe
then i wake her up like ” girl masiphinde ”
pull out game ngu 100 soze amithe
ndiyi auti esharp soze ndibalise
soze ndibalise
i’m still same n-gga soze nditshintshe
[chorus]
n-gga lam arongo amankazana
suthemba eziwey ingathi uthemba usathana, uh
bazakudlakaza abantwana
ngumgubo wengxowa enye i swear bayafana, like uh
n-gga lam arongo amankazana
suthemba eziwey ingathi uthemba usathana, uh
bazakudlakaza abantwana
ngumgubo wengxowa enye i swear bayafana, like uh
awalunganga amankazana
icebo suganga kwinkazana
n-gga lam azakudlala amankazana
amankara amankara amankazana, woah
awalunganga amankazana
icebo suganga kwinkazana
n-gga lam azakudlala amankazana
amankara amankara amankazana, woah
letras aleatórias
- judicator › letra de the last emperor - judicator
- hakol over habibi › letra de בארץ להד"ם - hakol over habibi
- aja shilow › letra de paranoia - aja & shilow
- guante big cats › letra de everything burns - guante & big cats
- reece hughes › letra de skrt - reece hughes
- revolver › letra de las armas rotas - revolver
- balbina › letra de wecker - balbina
- lil supa › letra de fresco & sucio - lil supa'
- n1nthcloud › letra de suicide pop song - (n1nth)cloud
- ratchet girls › letra de boss ass bitch - ratchet girls