letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de amandla - ivee soul

Loading...

heya,heya

amandla am ayaphela
sendilahla nelithemba
amandla am ayaphela
sendilahla nelithemba
amandla am ayaphela
sendilahla nelithemba

amandla athezekile
ntliziyo yam ixinene
umoya wam uphantsi
sendithandazel’ukuphumla
kuhealek’ intliziyo yam
ndibuyisel’ amandla wam

amandla am, amandla am
amandla am, amandla am
amandla am, amandla am
amandla am, amandla am

amandla am ayaphela
sendilahla nelithemba
amandla am ayaphela
sendilahla nelithemba
heya, heya
heya, heya

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...