letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de gwan - dee koala

Loading...

[chorus: dee koala]
yewena ndithi gwan ngawe
apha k’le ndaw’ s’phuma khona as ‘gqithisi
as’dlali and as’thanga nqa ngawe
yewen’ ndithi gwan ngawe
ekse gwan ngawe
kancane ngo ringa amasimba em’va kwam
awuna line, nd’jonge grand asifani kancane
huzet ngawe?
gwan ngawe
ekse gwan ngawe
apha k’le ndaw’ s’phuma khona as ‘gqithisi
as’dlali and as’thanga nqa ngawe
yewen’ ndithi gwan ngawe
ekse gwan ngawe
kancane ngo ringa amasimba em’va kwam
awuna line, nd’jonge grand asifani kancane
huzet ngawe?

[verse 1: maglera doe boy]
(yeah, yeah)
mmataka ke rao rao
i just pulled up at the function with all of my cousins
re baya, we buggin’
20 plus n-ggas and half of them thuggin, biri tsa onе thou’
i just pulled up with your betty
she tеll me o petty, ke mo dihile ko steadyin’
ong g-yile the wetty bro that ain’t your meddie
movie like kung pao
karate choppin the bricky
my youngin he icky he got him the bl!cky
hit him a l!cky, the ghetto be tricky
chana dintshang kao?
hang jikijetsi bo dizi, wa bata ra mo freezisa
ha dlala ka ncaza my braze don’t do no fugazi harre batla
banka senya ndao
used to manoeuvre downtown
look at the pallet, we had the white, we had the brown-brown
mara e shova se’italiana
my mocassin italiana
okay cool like mlazi milano
with my vatos i’m coolin’, doe boy milano
upper echelon skhothane
makazana re bone bovana
my guluvas and skelepanes hit manoeuvres
my troopers we movin’
koala dintsung ma?
[chorus: dee koala]
yewena ndithi gwan ngawe
apha k’le ndaw’ s’phuma khona as ‘gqithisi
as’dlali and as’thanga nqa ngawe
yewen’ ndithi gwan ngawe
ekse gwan ngawe
kancane ngo ringa amasimba em’va kwam
awuna line, nd’jonge grand asifani kancane
huzet ngawe?
gwan ngawe
ekse gwan ngawe
apha k’le ndaw’ s’phuma khona as ‘gqithisi
as’dlali and as’thanga nqa ngawe
yewen’ ndithi gwan ngawe
ekse gwan ngawe
kancane ngo ringa amasimba em’va kwam
awuna line, nd’jonge grand asifani kancane
huzet ngawe?
gwan ngawe

[verse 2: dee koala]
yewena ndithi gwan ngawe
kutheni ingathi nilebele uk’ba nda faka uriky ekhaltsha
ikhaltsha nday’thatha
nday’beka phezulu
ngok ucinga m’na ndithe nqa ngawe
ekse oko ndithul’ i-2 years ndinga drop’phi
nangok ba basand booka, i-brand zi sand ‘funa
lewey niyay’khuza
’cause ukoala akafan nawe
shap whuzet ekse z’shap’ ngawe
oko ndifikile egamin, ndan’faka eringini
and’na ntsempu, and’na skaam
andoyiki kancane, andik’gwaji nawe
ukuba awund’ncanvwa andik’ncanvwa
xa ndi toss inkawza, sund’fakel’ isandla
kancane andi tshayi nawe
apha ekasi ke thina asidlal’
goni ihlala apha k-m ay’lobali
ba une kwaal, biz’ i-skeem yi gurans as’gqhithis’
cosh’ ipanga kwi kheist and’libali
ekse maglera yaz’ uringa n0bani?
ndi ngu kweila apha ekasi, bayandaz
sel’ i-wash tsal’ iganj’ fas undida
shiy’ iplek naw’ yaz’thola ba and’tholakal
[chorus: dee koala]
yewena ndithi gwan ngawe
apha k’le ndaw’ s’phuma khona as ‘gqithisi
as’dlali and as’thanga nqa ngawe
yewen’ ndithi gwan ngawe
ekse gwan ngawe
kancane ngo ringa amasimba em’va kwam
awuna line, nd’jonge grand asifani kancane
huzet ngawe?
gwan ngawe
ekse gwan ngawe
apha k’le ndaw’ s’phuma khona as ‘gqithisi
as’dlali and as’thanga nqa ngawe
yewen’ ndithi gwan ngawe
ekse gwan ngawe
kancane ngo ringa amasimba em’va kwam
awuna line, nd’jonge grand asifani kancane
huzet ngawe?
gwan ngawe
ekse gwan ngawe

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...