letra de vuli ndlela - brenda fassie
verse 1 x2:
vul’indlela wemamgobhozi
he unyana wam
helele uyatshada namhlanje
vul’indlela we manyawuza
suba nomona
unyana wami uthathile
bendingazi ndiyombon’umakoti
unyana wam eh ujongile this time
marhadebe sus’ezo-specs
uzemtshatweni ndiyashatisa namhlanje
bebesithi unyana wam lisoka
bebesithi angeke ashade, vul’indlela
chorus x2:
vul’indlela we mamgobhozi
vul’indlela yekel’umona
verse 2:
kwa wena mangobese
he unomona
ngoba awunanyana
unentombi zodwa
yoyoyo mangobese
hee unomona
hee awunaye unyana onjengowami
bengingazi ndiyombon’umakoti
unyana wam eh ujongile this time
marhadebe sus’ezo-specs
uzemshadweni ndiyatshatisa namhlanje
bebesithi unyana wam lisoka
bebesithi angeke ashade vul’indlela
chorus x4:
vul’indlela hee mamgobhozi
vul’indlela yekel’umona
verse 3 x2:
vul’indlela we manyawuza
suba nomona
unyana wami uthathile
chorus x2:
vul’indlela hee mamgobhozi
vul’indlela yekel’umona (…fade…)
letras aleatórias
- lorrie morgan sammy kershaw › letra de i can't think of anything but you - lorrie morgan & sammy kershaw
- mano lima › letra de arrotando grama boiadeira - mano lima
- dylan scott › letra de give me more (stripped) - dylan scott
- bingx › letra de icon (come gangsta remix) - bingx
- chris mallett › letra de tired of being lonely - chris mallett
- cinema russia › letra de 360 - cinema (russia)
- saliva › letra de the snake - saliva
- jesse y joy › letra de somos lo que fue (en vivo) - jesse y joy
- zack agon › letra de final destination - zack agon
- peachtаre lordechnicky › letra de преисподняя №17 (the underworld №17) - peachtаre & lordechnicky