letra de mbokodo - bontle smith, nicole elocin & nia pearl
ndina, ndaba, ukhona manje
ngiyaziwa, m’na ngawe
uthwele umhlaba apha embaxeni
zonke izizwe mazikubonge
ngiyabonga weeee (ndiyabonga ndiyabonga)
ngiyabonga ma (ndiyabonga ma)
ngiyabonga weeee (ndiyabonga ndiyabonga)
ngiyabonga ma (ndiyabonga ma)
ngiyabonga weeee (ndiyabonga ndiyabonga)
ngiyabonga ma (ndiyabonga ma)
ngiyabonga weeee (ndiyabonga ndiyabonga)
ngiyabonga ma (ndiyabonga ma)
awu noma impilo inzima
ukhona, ukhona, ukhona (yebo)
awu noma kuyehla, kwenyuka
ukhona, ukhona, ukhona
ndina, ndaba, ukhona manje
ngiyaziwa, m’na ngawe
uthwele umhlaba apha embaxeni
zonke izizwe mazikubonge
ndiyabonga ndiyabonga
ndiyabonga ma
ndiyabonga ndiyabonga
ndiyabonga ma
ndiyabonga weeee (ndiyabonga ndiyabonga)
ndiyabonga ma (ndiyabonga ma)
ndiyabonga weeee (ndiyabonga ndiyabonga)
ndiyabonga ma (ndiyabonga ma)
letras aleatórias
- majka › letra de oujee - majka
- holiday lane › letra de gary bee - holiday lane
- young kaiju › letra de deadroses ft. serin oh - young kaiju
- furui riho › letra de i'm free - furui riho
- the astronomers › letra de casita - the astronomers
- 堤博明 hiroaki tsutsumi › letra de blood - 堤博明 (hiroaki tsutsumi)
- jady › letra de birthday - jady
- el829 › letra de (quierenti.rar) - el829
- porter robinson wednesday campanella › letra de fullmoon lullaby - porter robinson & wednesday campanella
- cities aviv › letra de higher up there - cities aviv