letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de ​jikeleza - bongeziwe mabandla

Loading...

uthixo nyan’ uyaphila
wandibon’ebunzimeni bami
walul’isandla sakhe’esingcwele
wandibeka phambi kwakho

uba ndi, ndinaluthando
ngaba ndi, ndinani ndinani na?
uba ndi, ndinaluthando
ngaba ndi, ndinani ndinani na?

jikelez’umhlaba
jikeleze
lil’welenzumhlaba
jikeleze
jikelez’umhlaba
jikeleze
lil’welenzumhlaba
jikeleze

uthando lwakho
lil’welenzumhlaba
jikeleze
uthando lwakho
lil’welenzumhlaba
jikeleze

ngabe mina (ngabe mina)
nd’funa ntoni (nd’funa ntoni)
kwelilizwe (kwelilizwe)
xa ndinawe? (xa ndinawe?)
ngabe mina (ngabe mina)
nd’funa ntoni (nd’funa ntoni)
kwelilizwe (kwelilizwe)
xa ndinawe? (xa ndinawe?)

haa yehh!
uthando lwakho
uthando lwakho
uba ndi, ndinaluthando
ngaba ndi, ndinani ndianani na?
uba ndi, ndinaluthando
nagba ndi, ndinani ndianani na?

ikelez’umhlaba
jikeleze
lil’welenzumhlaba
jikeleze
jikelez’umhlaba
jikeleze
lil’welenzumhlaba
jikeleze

uthando lwakho
lil’welenzumhlaba
jikeleze
uthando lwakho
lil’welenzumhlaba
jikeleze

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...