letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de the journey - black motion

Loading...

babesethi,babesethi
iyohhh
babesethi, babesethi
iyohhh

babesethi into yethu, iyo khawlez’iphele
babeyijonge ngamany’amehlo
oh, kodwa baphoqekile
ngoba,ngoba,ngoba
uthando lwami nawe, alehlulwa

babesibalel’iminyaka
babesibalel’ iintsuku
babesibalel’ iiveke
babesibalel’into yonke

babesethi
kanti,kanti,kanti
uthando lwam nawe,alehluhlwa

iyohhh
wembebembe owahh
wembebembe owahh
kodwa awesekho

babeqing’ukba benze
ndizaba qelel’into ephakath’kwenhliziyo yam
andibajongi neze
babeth’emva kwendlu

iyoh iyoh
babeqing;ukba ndizakunqokola nabo
ndibacele into yok’ba
yaz ndiyak’thando kusase ngalolo hlobo

babeth’emva kwendlu
iyoh
babeqing;ukba ndizakunqokola nabo
ndibacele into yok’ba
yaz ndiyak’thando kusase ngalolo hlobo

wembebembe iyohhh

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...