letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de zanemvula - berita

Loading...

[verse 1]
jonga amehlo akhe
jonga uncumo lwakhe
jonga amehlo ami
khawujonge uncumo lwami

[refrain]
selokho wafika wena
zange, zange kwafana
selokho wafika wena
zange, zange ndonwaba kangaka

[chorus]
izanemvula, izanemvula, izanemvula
wena usibusiso k-m na k-m
izanemvula, izanemvula, izanemvula
wena usibusiso k-m na k-m

[verse 2]
andoneli ngalothandolwakho mna
khawuphinde, undiviselento mncwa
obumandi abupheli, zizibiliboco zodwa
ungu-sweet-i nje wodwa wena yeva
amagama ondibiza ngawo ndiyasalela
andoneli ngalothandolwakho mna
khawuphinde, undiviselento mncwa
obumandi abupheli, zizibiliboco zodwa
ungu-sweet-i nje wodwa wena, qwa
[chorus]
izanemvula, izanemvula, izanemvula
wena usibusiso k-m na k-m
izanemvula, izanemvula, izanemvula
wena usibusiso k-m na k-m

[refrain]
selokho wafika wena
zange, zange kwafana
selokho wafika wena
zange, zange ndonwaba kangaka
selokho wafika wena
zange, zange kwafana
selokho wafika wena
zange, zange ndonwaba kangaka

[chorus]
izanemvula, izanemvula, izanemvula
wena usibusiso k-m na k-m
izanemvula, izanemvula, izanemvula
wena usibusiso k-m na k-m

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...