letra de siyathandana - berita
[verse 1: berita]
qa ebizwa amagama ethu ezulwini
zoba seqaleni kwakho
xakufika imini yokugqibela, zoba seqaleni kwakho
nasemnqamlezweni
hlal’ uyazi zoba seqaleni kwakho
hlal’ uyazi, eqaleni kwakho
[chorus: berita]
yena nam’ u-baby wam’, yena nam’ s’yathandana
yena nam’ ubaby wam’, yena nam’ siyavana
yena nam’ u-baby wam’, yena nam’ sikunye, yeah
till the end, yeah
yena nam’ u-baby wam’, yena nam’ s’yathandana
yena nam’ u-baby wam’, yena nam’ siyavana
yena nam’ ubaby wam’, yena nam’
till the end, yeah
[verse 2: amanda black]
ungowokuqala endicinga ng-ye
ngolwesibini, ndadibana naye
ngoku mathathu amazwi endinawo
ngolwesine, ngolwesihlanu, ndingowakho
nguwe olawula ingqondo yam’ (nguwe olawula ingqondo yam’)
iyo waphola umphemfulo wam’ (iyo waphola umphemfulo wam’)
wandiphandla amehlo am’ (wandiphandla amehlo am’)
tsho yaxola inhliziyo yami, yeah, eh
[chorus: berita & amanda black]
yena nam’ u-baby wam’, yena nam’ s’yathandana
yena nam’ ubaby wam’, yena nam’ siyavana
yena nam’ u-baby wam’, yena nam’ sikunye, yeah
till the end, yeah
yena nam’ u-baby wam’, yena nam’ s’yathandana
yena nam’ u-baby wam’, yena nam’ siyavana
yena nam’ ubaby wam’, yena nam’ sikunye yeah
till the end
till the end
[bridge]
letras aleatórias
- kakoa › letra de everything - kakoa
- onda vaga › letra de sunny afternoon - onda vaga
- wavey marrr › letra de bagg - wavey marrr
- vxnyx pxtrxov x lil olexxxлосьон6 › letra de патриот (patriot) - vxnyx pxtrxov x lil olexxxлосьон6
- the jazz butcher › letra de cops and hospitals - the jazz butcher
- yvan › letra de snowy owl - yvan
- iam just airi › letra de sugar - iam just airi
- yg hootie › letra de alter - yg hootie
- cocteau twins › letra de eggs and their shells - cocteau twins
- young diamond › letra de i'll be swagging - young diamond