letra de lala ngoxolo (feat. emtee) - ami faku feat. emtee
sobonana kweli linye ilizwe
kuyabanda ekhaya awukho
ndingxamele ubona uncumo lwakho
sihleli siphele sisqhazolo
okw-ngoku
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
okw-ngoku
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
uyabona manje akukho xolo
bendicimba ndinamandla
andiykholelwa
inyembezi, azipheli
akusafani la ma ungekho
ubungathe awuyonto, ngaphandle kwami
awuyonto
kwaphela ubumboza
andinanto
joba umkile
okw-ngoku
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
okw-ngoku
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
you used to tell me i would go far, ey
you used to tell me i would be a star, ey
i know you living better where you are, ey
you don’t need no ice, you don’t need no fancy car, ey
ngelinye ilanga sizo bonana
ngelinye ilanga sizo bloma na
ngelinye ilanga sizo bonana
ngelinye ilanga sizo bloma na
we don’t live forever we don’t live forever
but i know that one day we will be together
we don’t live forever we don’t live forever
sobonana kweli linye ilizwe
kuyabanda ekhaya awukho
ndingavuya ukuva ilizwi lakho
impilo ibuhlungu awukho
okw-ngoku
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
okw-ngoku
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
letras aleatórias
- 9tails › letra de i jus wanna - 9tails
- bob dylan › letra de he's funny that way - bob dylan
- clovd › letra de pray - cløvd
- mar gram › letra de for$aken - mar$ gram
- mb young laugelonghair yung oogway › letra de spacewalk - mb young, laugelonghair & yung oogway
- la habitacion roja › letra de sol - la habitación roja
- kurtovitez › letra de melani - kurtovitez
- chpz › letra de never say goodbye - ch!pz
- beka ksh › letra de włoski blond - beka ksh
- galante el emperador › letra de rico - galante "el emperador"