letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de ntaka yam - amanda black

Loading...

[chorus]
ntyilo, ntyilo, yatsh’ intaka yam’
sizo, sizo, sizophumelela (yeah)
mpilo, mpilo, sizokukhathalela
ntinga, ntinga
ntinga, ntinga

[verse 1]
siskhhathi so align’a
yonk’into izodibana
lingxaki zoba right
sonwabile (yeah)
nanini na ndinawe
hlala phakathi kwakho
impendulo zikuwe
yonwaba ke
naxasikhala, iyani imvula
hlamb’ inyembezi, umntu uyakhula
naxasikhala, iyani imvula
hlamb’ inyembezi
phola mphefumlo

[chorus]
ntyilo, ntyilo, yatsh’ intaka yam’
sizo, sizo, sizophumelela (yeah)
mpilo, mpilo, sizokukhathalela
ntinga, ntinga
ntinga, ntinga (yeah)
[post-chorus]
ntinga, ntinga
ntinga, ntinga
ntinga, ntinga (ayy, yeah yeah)
ntinga, ntinga
ntinga, ntinga
ntinga, ntinga
ayy ntakana yam’

[verse 2]
see ekugqibeleni, bubomi bakho
before you sleep today, remember yourself (remember yourself)
so ketha wisely
wonwabile
ungabi nexhala
liyakhanya ilanga
i see it in your eyes, love
khanya today
it’s hiddеn in your blood line, phila today
love is in your veins, lovе
believe in you dearly
khumbula ungubani my love (hey, yeah, yeah)

[chorus]
ntyilo, ntyilo, yatsh’ intaka yam’
sizo, sizo, sizophumelela (yeah)
mpilo, mpilo, sizokukhathalela
ntinga, ntinga
ntinga, ntinga (yeah)
[post-chorus]
ntinga, ntinga
ntinga, ntinga
ntinga, ntinga (ayy, yeah yeah)
ntinga, ntinga
ntinga, ntinga
ntinga, ntinga
ayy ntakana yam’

[outro]
ntakana yam’, yam’, yam’, yam’, yeah
ntinga, ntinga (hey, yeah, yeah, yeah)
ntinga, ntinga (yeah)
ntinga, ntinga (yeah)
ntinga, ntinga
ayy ntakana yam’
ntakana yam’, yam’, yam’, yam’

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...