letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de imali - zahara

Loading...

[verse 1]
we mali, we zuka notiki
undenza ntoni na?
sibulalana ngenxa yakho
we mali, we zuka notiki
undenza ntoni na?
sibulalana ngenxa yakho

[chorus]
mali, mali, mbangi yesono!
sesibulalana ngenxa yakho
mali, mali, mbangi yesono!
sesibulalana ngenxa yakho

[verse 2]
ndixakene liphupho lam
we mali, we mali
ndahlukene nezihlobo zam
we mali, we mali
abapolitiki nasecaweni
baxabana ngawe, we mali
nak-m uzamile, mali
awuphumelelanga, we mali

[chorus]
mali, mali, mbangi yesono!
sesibulalana ngenxa yakho
mali mali mali sesibulalana ngenxa yakho
mali, mali, mbangi yesono!
sesibulalana ngenxa yakho
mali mali mali sesibulalana ngenxa yakho

[verse 1]
we mali, we zuka notiki
undenza ntoni na?
sibulalana ngenxa yakho
we mali, we zuka notiki
undenza ntoni na?
sibulalana ngenxa yakho

[chorus]
mali, mali, mbangi yesono!
sesibulalana ngenxa yakho
mali, mali, mbangi yesono!
sesibulalana ngenxa yakho

[verse 2]
ndixakene liphupho lam
we mali, we mali
ndahlukene nezihlobo zam
we mali, we mali
abapolitiki nasecaweni
baxabana ngawe, we mali
nak-m uzamile, mali
awuphumelelanga, we mali
abapolitiki nasecaweni
baxabana ngawe, we mali
nak-m uzamile, mali
awuphumelelanga, we mali

[chorus]
mali, mali, mbangi yesono!
sesibulalana ngenxa yakho
mali, mali, mbangi yesono!
sesibulalana ngenxa yakho

[chorus]
mali, mali, mbangi yesono!
sesibulalana ngenxa yakho
mali, mali, mbangi yesono!
sesibulalana ngenxa yakho

[outro]
we mali, we zuka notiki
undenza ntoni na?
sibulalana ngenxa yakho
we mali, we zuka notiki
undenza ntoni na?
sibulalana ngenxa yakho

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...