letra de ziyobalwa - xhanti nokwali
Loading...
oh wahahahaaaaa
oh wahahahaaaaa
balele na abenguni?
abasakhumbuli
balele na abenguni?
abayaz’ indlela
balele na abenguni?
abasakhumbuli
balele na abenguni?
abayaz’ indlela
uzumxelel’ untondo, “inkwenkw’ ayithwal’ endlini”
ivuk’ ek’seni ivul’ isibaya
kotshon’ ilang’ edlelweni
uzumxelel’ untondo, “inkwenkw’ ayithwal’ endlini”
ivuk’ ek’seni ivul’ isibaya
kotshon’ ilang’ edlelweni
niz’nike kuthando
intonjana niz’ bonis’ amandl’ azo intonjana
niz’nike kuthando
intonjana niz’ bonis’ amandl’ azo intonjana
intw’ ezakh’ isizwe kulo mhlaba ziyobalwa
ziyobalwa ziyobalwa zibe mbalwa
intw’ ezakh’ isizwe kulo mhlaba ziyobalwa
ziyobalwa ziyobalwa zibe mbalwa
letras aleatórias
- letra de rip - rans0m
- letra de it gets lonely - kmoe
- letra de moving to denver - aaron hatcher
- letra de i hate you but i love you a bit more - poulish kid
- letra de 0/amigas - joshwe yakil
- letra de because of christ (live) - the belonging co
- letra de all your answers - danielle allard
- letra de lass es rosen für mich regnen - casper
- letra de shum - dj nana remix - go_a (ukr)
- letra de respect - heart to gold