letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de imveku - xhanti nokwali

Loading...

ukubalisa intlungw’ engaka
singaqala phi?
sophelela phi?
ukubalisa intlung’ engaka
singaqala phi?
sophelela phi?

imveku isebuthathak’ izibon’ ezingcongolweni
nalw’ ityala
bamthath’ ubomi
esaphunguphunguz’ enjalo
uzenzil’ uyayaz’ intsusa yomonakalo
ukulahl’ ukuzazi kukusilela
sukulahl’ ubuwen’ uzokhubeka

amav’ obomi, asentliziyweni
mama inyembezi zakho mama, zindinik’ amandla
amav’ obomi, asentliziyweni
mama inyembezi zakho mama, zindinik’ amandla

uzungaze uzung’ awakhaleli lo mathuba
ngapha kobumnyama kuvel’ ukukhanya
umsobomvu yindlela
‘zungaze uzung’ awakhaleli lo mathuba
ngapha kobumnyama kuvel’ ukukhanya
umsobomvu yindlela
amav’ obomi, asentliziyweni
mama inyembezi zakho mama, zindinik’ amandla
amav’ obomi, asentliziyweni
mama inyembezi zakho mama, zindinik’ amandla
uzungaze uzung’ awakhaleli lo mathuba
ngapha kobumnyama kuvel’ ukukhanya
umsobomvu yindlela
‘zungaze uzung’ awakhaleli amathuba
ngapha kobumnyama kuvel’ ukukhanya
umsobomvu yindlela

intlungw’ engaka
singaqala phi?
sophelela phi?
ukubalisa intlungw’ engaka
singaqala phi?
sophelela phi?

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...