
letra de ghost - the blaq ghoxt
[intro]
it’s the blaq ghoxt, masambe
i would like to introduce it’s
the blaq ghoxt
[pre-hook]
ekse
umfutho wam awufani nokabani
ndize wrong anzanga nge slolo
ndifake kwi beat, nzok’ wenzi moves
ghoxt’ elimnyama yeah am him
andihlelanga ndedwa, ndiphethe u bull
ndiy’ estudio after school
i ghoxt ligqala cuz andi feature.ishi ne fool
[hook]
ndiyi ghoxt [yeah]
[ekse]
ndiyi ghoxt
[nangoku]
ndiyi ghoxt
[masambe]
ndiyi ghoxt
[verse 01]
yeah the blaq ghoxt on flow
yohh ba lost nz’ engeny’ i flow
i flow iphum’ aph’ entloko
ez’ intwana zintsana, abanondixaka
ndize ngeye indlela ndiphethe i vibe futhi ne ncasa
u amyo wathi ndishushu ndenza ilanga ekse ndiyi lava
ghoxt’ elimnyama bayal cava yeah am him from aph’ ekama
esgela baya screem.a ghoxt’ elimnyama yеah liya baba
kule industry ndiyafika kodwa ndiyi nkunzi ndyaba gingqa
uyaba x’ av’ ath’ u fakade ndime phambi kwabo
letras aleatórias
- letra de sente o impacto (reconstructed) - expeão
- letra de clap your hands - david guetta & glowinthedark
- letra de something like that - kalen lumiere
- letra de plastic doll (original) - xojustjulia
- letra de no make up - filipek
- letra de loose women - jeremy pinnell
- letra de nah! - cash sinatra
- letra de not too keen - halfloves
- letra de promise me - will young
- letra de redlight - jb