letra de isiphithi-phithi - ringo madlingozi
isiphithi-phithi lyrics
[intro]
ndiyahamba m’na, bye bye
[verse 1]
bye bye, sithandwa sam
bye bye, sithandwa sam
uthi ndingaphinde ndifone
utsh’ukuthi awusangifuni
ey, bye bye sithandwa sam
bye bye sithandwa sam
ngoku unibeka amatyala, iyoh
ey, bye bye sithandwa sam
[chorus]
isiphithiphithi sentombi mbali (nguwe)
isiphithiphithi sentombi thandi (nguwe)
isiphithiphithi sentombi dozi (nguwe)
isiphithiphithi sentombi phumzi (nguwe)
aye isiphithiphithi sentombi thandi (nguwe)
aye isiphithiphithi sentombi tumi (nguwe)
aye isiphithiphithi sentombi lolly (nguwe)
isiphithiphithi sentombi [?] (nguwe)
[verse 2]
bye bye sithandwa sam
bye bye sithandwa sam
ngoku undibeka amatyala, iyoh
ey, bye bye sithandwa sam
hamba naye, hamba nayе, hamba naye
hamba naye, hamba naye, hamba nayе
hamba naye, hamba naye, hamba naye
[chorus]
isiphithiphithi sentombi thandi (nguwe)
isiphithiphithi sentombi lolly (nguwe)
isiphithiphithi sentombi phumzi (nguwe)
[post-chorus]
tsh’ukuthi ngeyam’ (iyangilingan’ ibrukhwe iyangilingana)
ayi kuthi ngeyam’ (iyangilingan’ ibrukhwe)
tsh’ukuthi ngeyam’ (iyangilingan’ ibrukhwe iyangilingana)
ayi kuthi ngeyam’ (iyangilingan’ ibrukhwe)
tsh’ukuthi ngeyam’ (iyangilingan’ ibrukhwe iyangilingana)
ayi kuthi ngeyam’ (iyangilingan’ ibrukhwe)
tsh’ukuthi ngeyam(iyangilingan’ ibrukhwe iyangilingana)

letras aleatórias
- letra de roll away - 637godwin
- letra de nights out (romanized) - weakend walker
- letra de comfort you - ellis paul & vance gilbert
- letra de sugar in my bowl (live at vine st. bar & grill/1987) - nina simone
- letra de watch this - twenyohthree
- letra de dineros - polo65 & 65goonz
- letra de use this gospel (reimagined) - praise lubangu & matias ruiz
- letra de litty - xiris
- letra de место (place) - centr
- letra de love me - kat frankie