letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de nomeva - miriam makeba

Loading...

[intro]
uyint’okwenzani, umbi kangaka?
ndizakwenzani, umbi kangaka?

uyint’okwenzani, umbi kangaka?
ndizakwenzani, umbi kangaka?

[verse]
uyababona beqholosha nje
uyawabon’amagqirha hoya
uyababona beqholosha nje
uyawabon’amagqirha hoya

walil’umntana uhlatywe ngameva
asingomeva yitolofiya
hayi lomntana uyakuthanda
ukoyanyiswa ezindongeni

andikhathali noma kutheni
isono sami singonile
andikhathali noma kutheni
isono sami singonile

walila, walila lomntana (walila, walil’umntana)
walila uhlatywe ngameva (walila, walil’umntana)
hayi lomntana uyakuthanda bo (hayi kuthanda)
ukoyanyiswa ezindongeni
andikhathali noma kutheni (andikhathali)
isono sami singonile (sesingonile)
andikhathali noma kutheni (andikhathali)
isono sami singonile (sesingonile)

walila, walila lomntana (walila, walil’umntana)
walila uhlatywe ngameva (walila, walil’umntana)
hayi lomntana uyakuthanda bo (hayi uyakuthanda)
ukoyanyiswa ezindongeni

andikhathali n0ba kutheni (andikhathali)
isono sami singonile (sesingonile)
andikhathali n0ba kutheni (andikhathali)
isono sami singonile (sesingonile)

[outro]
mama yiyo, yiyo
hayi yho mama yiyo
yiyo, yiyo mama
hayo mama yiyo
yiyo mama yiyo mama
yiyo mama yiyo
yiyo, yiyo
hayo mama yiyo
hoya

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...