letra de ziyafana - mandisi dyantyis
ndambuz unkululeko
ngeenkokheli zethu
ndathi yintoni le
izenza zingakhathali kangaka
ndathi yintoni le
izenza zingasixabisi kangaka
wathi ukundiphendula
wathi ukundiphendula
ziyafana zonke
zingamaxoki zonke
ziyafana zonke
zingamamele-mele zonke
ziyafana zonke
zingaxoki zonke
kodwa, ngenye imini
bovuk’ abantu, bamanyane, bathathel’ amandla kubo

ngoba ziyafana zonke
zingamaxoki zonke
ziyafana zonke
zingamabhethe [?]
ziyafana zonke
zingamaxoki zonke
ziyafana zonke
zingamabhethe [?]
ngoba ziyafana zonke
zingamaxoki zonke
ziyafana iinkokheli zethu
zingamabhethe [?]
ziyafana iinkokheli zethu
zingamamele-mele zonke
ziyafana iinkokheli zethu
zingamaxoki zonke
kodwa, ngenye imini
bovuk’ abantu, bamanyane, bathathel’ amandla kubo
kodwa, ngenye imini
bovuk’ abantu, bamanyane, bathathel’ amandla kubo
kodwa, ngenye imini
bovuk’ abantu, bamanyane, bathathel’ amandla kubo
kodwa, ngenye imini
bovuk’ abantu, bamanyane, bathathel’ amandla kubo
ngoba ziyafana [?]
ziyafana iinkokheli zethu
ziyafana iinkokheli zethu
ziyafana iinkokheli zethu
ziyafana nangoku

ngoba ziyafana iinkokheli zethu
ziyafana iinkokheli zethu
zingamabhethe
ziyafana iinkokheli zethu
zingamaxoki zonke
ziyafana iinkokheli zethu
zingamamele-mele zonke
ziyafana iinkokheli zethu
letras aleatórias
- letra de que pasó - los nosequien y los nosecuantos
- letra de west side story (grenfell tribute) - toddla t, sophie demasi & double c
- letra de costar - jais (usa)
- letra de go with you - transmittens
- letra de stay quiet - hannah duckworth
- letra de you broke me first - amélie grace
- letra de new wounds - johnée
- letra de unique - rack (grc)
- letra de piss off - goober patrol
- letra de traum - lyran dasz