letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de dali nguwe - leecore

Loading...

kudala ndikhangela ubambo lwam
ndifuna intombi ezondithanda nam
ngoba ndihambile, ndibonile
hay ziyakhala
kodwa ndisitholile isinqanda mathe sam
ndiyafunga uyingilosi
ndiyam’ncanywa as’vaar

dali nguwe
akekho omunye endimfunayo nguwe wedwa
nguwe wedwa
owenza intliziyo yam
ijabule ijule
wena awukhethi my love
undithanda ndinjalo neziphoso zam
wena awukhethi my love
undithanda ndinjalo neziphoso zam

dali nguwe, nguwe, nguwe, nguwe, nguwe,nguwe, nguwe, nguwe, nguwe, nguwe

dali nguwe, nguwe, nguwe, nguwe, nguwe,nguwe, nguwe, nguwе, nguwe, nguwe

dali nguwe, nguwе, nguwe, nguwe, nguwe,nguwe, nguwe, nguwe, nguwe, nguwe

dali nguwe, nguwe, nguwe, nguwe, nguwe,nguwe, nguwe, nguwe, nguwe, nguwe
dali nguwe
akekho omunye endimfunayo nguwe wedwa
nguwe wedwa
owenza intliziyo yam
ijabule ijule
wena awukhethi my love
undithanda ndinjalo neziphoso zam
wena awukhethi my love
undithanda ndinjalo neziphoso zam

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...